|
Globalisation creates opportunities for those who are well placed, in terms of money, skills and status in society. At the same time new technological advancements and innovations in production destroy occupations and diminish employment. The victims are poor and those with lower or no levels of education and skill. Usually it is women who bear the brunt of these changes because they have less access to education and skills than men.
In recent years, new movements of a diverse nature have emerged to seek alternatives to the negative effects of globalisation. Most of these take up single issues such as the rights of women, gay and disabled people or issues related to land, water, electricity and privatisation of public resources.
When former South African Health Minister, Dr. Nkosazana Dlamini-Zuma addressed the Beijing Women's Conference in 1995 she said action still needed to be taken to facilitate women's equal access to resources, employment, financial markets and trade, including enhancing rural women's income generating potential.
She said women in South Africa were definitely not free. The majority lived in poverty and many could not read or write. Millions did not have proper housing, access to water, sanitation, health services and education.
Unfortunately not much has changed since the conference and women are still living under the same conditions they were in 11 years ago. They are still the discriminated group in every sphere of life.
Uhlelo lwe-globalisation neqhaza labesimame kwezomnotho
Loluhlelo lwamazwe omhlaba lokusebenzisana kwezohwebo phecelezi olubizwa ngele globalisation lubonakala lwandisa amathuba emisebenzi kulabo abasezindaweni ezithuthukile. Nakuba kunjalo luphinde luhlatshwe ngokunciphisa amathuba kwezinye izindawo. Abantu okuyibona abahlukumezekay ngokwaloluhlelo kuba yilabo abakhungethwe ububha, abangafundile nabangenawo amakhono ngokobuchwepheshe besimanje. Labantu ke kuvama ukuthi kube ngabesimame kunabesilisa. Kuleminyaka edlule izinhlangano ezehlukene emazweni omhlaba bezilokhu zizama ukuthola esinye isisombululo kulendaba yohlelo lweGlobalisation. Lezinhlangano zikhathazwa ukuhlukumezeka kwamalungelo abesimame, izinkonkoni kanye nabakhubazekile.
Ngesikhathi udokotela Nkosazana Dlamini-Zuma esengungqongqoshe wezempilo wabikela ingqungquthela yabesimame eBeijing ngo 1995 ukuthi kumele kuthathwe izinyathelo ezinqala ukuqinisekisa ukuthi abesimame nabesilisa bafinyelela ngendlela elinganayo kwizidingongqangi ekubalwa kuzona amathuba emsebenzi, kanye nawokuhweba.
Ungqongqoshe wabikela izithunywa zalengqungquthela ukuthi abesimame kuleli abakakhululeki ngokwenele. Lapha wayekhala ngokuthi iningi labo liphila impilo yobubha, abafundile abakwazi nokubhala. Wayebala ukuthi iningi labo alinayo nemizi, alinawo amanzi emakhaya, ezempilo kumbe amandla okufunda.
Okudumazayo ukuthi akukho okuningi osekuguqukile ukusukela ngalesikhathi ungqongqoshe ekhuluma kulomhlangano wabesimame eBeijing esekuphele iminyaka eyishumi nanye wadlula. Abesimame yibona abasabhekene nobunzima ekuphumeleleni kwimikhakha ehlukene yempilo.
Ukusebenza kwilizwe jikelele kwanenxaxheba ethatyathwa ngabaseTyhini kwezoqoqosho
Ukusebenza kwilizwe jikelele kudala amathuba amahle kwabo basezindaweni, ngokwezezimali, izakhono kwanezinga ekuhlaleni. Ngaxeshanye ukukhula kwezobuchwepheshe kudlala indima enkulu ekunciphiseni amathuba emisebenzi. Amaxhoba ale meko ngabasokolayo kwanabo abanamazinga emfundo aphantsi kungenjalo abangafundanga. Kudla ngokuba ngabaseTyhini abachatshazelwayo ngezi nguqu, kuba bengafikeleli kwimfundo nakwizakhono njengamadoda.
Kule minyaka, iintshukumo ezintsha ezahlukeneyo zizama ukufumana iindlela zokulwa nobubi obuza nokusebenza kwilizwe jikelele. Ezinye zijongana nemiba efana namalungelo abaseTyhini, abathandana besini sifanayo kwanabakhubazekileyo kungenjalo imiba ejongene nezomhlaba, amanzi, umbane, kwanokuthengiselwa amashishini angasese kweezinto eziluncedo kuluntu.
Xa owayesakuba ngumphathiswa wezempilo, uGqr. Nkosazana Dlamini-Zuma wayethetha kwinkomfa yaseBeijing ngonyaka ka1995 wathi, kusafuneka ukuba, kuthatyathwe iintshukumo ukuze abaseTyhini bafikelele ngokulinganayo kwizinto eziluncedo, ingqesho, ezezimali kwanoshishini, kubandakanya ukuphuhlisa ingeniso yabaseTyhini abasezilalini.
Wathi, abaseTyhini eMzantsi Afrika abakhululekanga. Uninzi luyasokola yaye alukwazi ukufunda nokubhala. Izigidi azinazindlu zisemgangathweni, amanzi acocekileyo, ukuthuthwa kwelindle, iinkonzo zempilo kwanemfundo.
Ngelishwa, akukabikho nto ingako itshintshileyo yaye abaseTyhini basaphila phantsi kweemeko ababephila phantsi kwazo kwiminyaka eli11 eyadlulayo. Basacalu - calulwa kuzo zonke iinkalo zobom.
Ho ba lefatshe le le leng (globalisation) le seabo sa basadi moruong
Globalisation e bulela ba maemong a matle, ho ya ka tjhelete, tsebo le maemo a hodimo setjhabeng, menyetla. Hape kaho tse ntjha tsa tekginiki le dihlahiswa di tla bolaya mesebetsi. Mahlatsipa tsena tsohle ke bafutsana le batho ba maemo a tlase mesebetsing kapo batho ba sa rutehang ba se nang tsebo. Hangata ke basadi ba rwalang mathata a diphetoho tsena hobane ba na le menyetla e fokolang ya ho fumana thuto le tsebo ho feta banna.
Mehleng ena, ho se ho ena le mekgwa e metjha e rerwang, e fapaneng, ho hlahloba tsela tse ntjha tsa ho fedisa ditholwana tse mpe tsa globalisation. Bongata ba yona e shebane le taba e le nngwe fela, jwaloka ditokelo tsa basadi, batho ba ratanang ba bong bo tshwanang esita le ho rekisetswa ha ditshebeletso tsa setjhaba dikgwebong tsa poraefete.
Ha Letona la mehleng la Afrika Borwa la tsa bophelo Dr. Nkosazana Dlamini-Zuma a ne a bua sebokeng sa basadi Beijing ka 1995 o itse ho ntse ho lokela ho nkwe bohato ba ho thusa basadi ho fumana ditshebeletso, mosebetsi, tjhelete kgwebong le mmarakeng ka ho lekana, ho kenyeletsa matla a basading ba tulo tse kantle ho ditoropo a ho iketsetsa tjehelete.
O itse basadi ba Afrika Borwa ha ba ya lokoloha ho hang. Bongata ba bona ba phela ka tlala hape ha ba tsebe ho ngola le ho bala. Dimilione ha di na matlo a loketseng bodulo, ha ba na metsi, tulo tsa ho ithusa tse hlwekileng (sanitation), ditshebeletso tsa bophelo esita le thuto.
Ka bomadimabe ha ho na phetoho e kalo haesale ka mora seboka sena, mme basadi ba ntse ba phela bophelo bo tshwanang le boo ba neng ba bo phela lemong tse 11 tse fetileng. Ba ntse ba kgenthollwa karolong tsohle tsa bophelo ba bona.
|